song lyrics / Monwabisi Nkula / Siya Kudumisa Thixo lyrics  | FRen Français

Siya Kudumisa Thixo lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Siya Kudumisa Thixo song lyrics by Monwabisi Nkula official

Siya Kudumisa Thixo is a song in Xhosa

Siyakudumisa Thixo
Siya kuvuma ukuba unguYehova
Umhlaba wonke ubedesha wena
UYise ongunaphakade
Zonke ingelosi zimemeza kuwe.
Kwanezulu nawo onke amandla akulo
Ikerubime nesarifime.
zimana zimemeza kuwe
Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele
Yehova, Thixo wemikhosi

Izulu lizele kwanomhlaba.
Ububukhulu bobungcwalisa bakho
Umhlabi wobungcwalisa wabapostile
uyakudumisa
Amakholwa naabahle aabaprofeti.
Bayakudumisa
Umkhosi odumileyo wabafele wena
Uyakudumisa

Irhamente engcwele kulo lonke ilizwe.
iyakuvuma
UYise obukhulu bungenambaliso
UNyana wakho emnye odumileyo oyinene
KwanoMoya oyiNgcwele
Omonwabisi
Ungukumkani wobungcwalisa
Wena Kristu
Wen’ungunyana ongunaphakade.woYihlo
Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.
Akwasidela isizalo sentombi
Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa
Wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu
Wena uhleli ngasekunene kuThixo
Ebungcwaliseni boYihlo
Siyakholwa ukuba woza
UbengumGwebi wethu
Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho
Ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo
Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho
Ebungcwaliseni obungunaphakade
Nkosi sindisa abantu bakho.
Uthamsanqelise ilifa lakho
Baphathe ubaphakamise.
Kude kube ngunaphakade

Thina imihla ngemihla
Sikwenza mkhulu wena.
Sihlala sibedesha igama lakho
Kude kube kunaphakade
Sincede Nkosi
Usilondoloze ngale mini singabi nasono
Nkosi zusiphathe ngetaru
zusiphathe ngetaru

Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu
Njengokuba ithemba lethu likuwe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Siya Kudumisa Thixo lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the cloud
2| symbol to the right of magnifying glass
3| symbol at the top of the padlock
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid