song lyrics / Monwabisi Nkula / Nkosi Ndive Ngezibele lyrics  | FRen Français

Nkosi Ndive Ngezibele lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Nkosi Ndive Ngezibele song lyrics by Monwabisi Nkula official

Nkosi Ndive Ngezibele is a song in Xhosa

Nkosi ndive ngezibele
Ezesiza izono
Ozikhalelayo wena
Mazifike zize kum
Zize kum zize kum
Mazifike zize kum

Ndingohlulwa nkosi bawo
Ndingashiywa nkosi yam
Ndinozono entliziyweni
Kodwa noko yiza kum
Yiza kum yiza kum
Kodwa noko yiza kum

Ndingahlulwa msindisi
Ndingalahlwa nkosi yam
Uyabiza ndiyanqwena
Zundibize ndize nam
Ndize nam ndize nam
Zundibize ndize nam

Ndingahlulwa moyoy'ingcwele
Ndingashiywa nkosi yam
Mandibone mina mfama
Theth'ilizwi phezu kwam
Phezu kwam phezu kwam
Theth'ilizwi phezu kwam

Olothando lwakho thixo
Elogazi nkosi yam
Izibele zakho zonke
Mazihlale apha kum
Apha kum apha kum
Mazihlale apha kum
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Nkosi Ndive Ngezibele lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the calculator
2| symbol to the right of the trash
3| symbol at the bottom of the eye
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid