song lyrics / Monwabisi Nkula / Ndikhangele Ngobubele lyrics  | FRen Français

Ndikhangele Ngobubele lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Ndikhangele Ngobubele song lyrics by Monwabisi Nkula official

Ndikhangele Ngobubele is a song in Xhosa

Ndikhangele ngobubele oh nkosi yam
Nguwe owandifele oh nkosi yam
Wehla ezulwini lakho
Wabuncam'ubomi bakho
Ndive usindiso lwakho
Oh nkosi yam

Bendihleli emnyameni
Oh nkosi yam
Bendisinga ekufeni
Oh nkosi yam
Zeza izicaka zakho
Zandivisa izwilakho
Zandityel'ufefelwakho
Oh nkosi yam

Mandiluve fefe lwakho
Oh nkosi yam
Ndibe lisindiswa lakho
Oh nkosi yam

Zonk'izono (Zonk'izono maziphele)
Intliziyo(Intliziyo ibe ngcwele)
Yiva (Yiva undithethelele)
Oh nkosi yam (Oh nkosiyam )

Zonk'izono (Zonk'izono maziphele)
Intliziyo(Intliziyo ibe ngcwele)
Yiva (Yiva undithethelele)
Oh nkosi yam (Oh nkosiyam )
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Ndikhangele Ngobubele lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the heart
2| symbol at the bottom of the calculator
3| symbol at the top of magnifying glass
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid