song lyrics / Monwabisi Nkula / Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 lyrics  | FRen Français

Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 is a song in Xhosa

Hayi ukonwaba kwabo
Abangcwele bakathixo
Kumatheko aphakade
Kwelo lizwe laphezulu

Nabo kanye besezulwini
Nabo kuba sahlatywayo
Sebamhlophe egazini
Lalomfana oyalelayo

Baphumile kwi ngxwaleko
Sebemi apho akungenwa
Se behleli kwizihlalo
Ezobawo ezinqwelerha

Sebevuma indumiso
Ngalomanzwi angatshiyo
Sebethwalisiwe imbasa
Yi lemvana yanikwayo

Ndinga nam ndingeba nabo
Abobantu abangcwele
Ndidumise inkosi yabo
Leyo mvana ibafele

Ndinga nam ndingeba nabo
Abobantu abangcwele
Ndidumise inkosi yabo
Leyo mvana ibafele
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the suitcase
2| symbol at the bottom of the smiley
3| symbol at the top of the camera
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid