song lyrics / Monwabisi Nkula / Ndikhokele Oyevha Hym 245 lyrics  | FRen Français

Ndikhokele Oyevha Hym 245 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Ndikhokele Oyevha Hym 245 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Ndikhokele Oyevha Hym 245 is a song in Xhosa

Ndikhokhele oYehova
Ndingumhambi nkosi yami
Unamandla andinawo
Unobu thatha kandini

Omsindisi omsindisi
Nguwe oli khakha lami
Omsindisi omsindisi
Nguwe oli khakha lami

Lowo mthombo wosindiso
Owavulwa ngenxa yami
Mawuvele umpompoze
Uzihlambi zono zami

Omsindisi omsindisi
Nguwe oluncedo lwami
Omsindisi omsindisi
Nguwe oluncedo lwami

Ndifikile ejordane
Susa izo yiko zami
Zundikhaphe sendiwela
Yiba nguyu umcedi wami

Omsindisi omsindisi
Nguwe oli themba lam
Omsindisi omsindisi
Nguwe oli themba lam

Omsindisi omsindisi
Nguwe oli themba lam
Omsindisi omsindisi
Nguwe oli themba lam
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Ndikhokele Oyevha Hym 245 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the camera
2| symbol to the right of the television
3| symbol to the left of magnifying glass
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid