song lyrics / Monwabisi Nkula / Phezu Komhlaba 95 lyrics  | FRen Français

Phezu Komhlaba 95 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Phezu Komhlaba 95 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Phezu Komhlaba 95 is a song in Xhosa

Phezu komhlaba ngamazwe ngamazwe
Phezu komhlaba zizizwe ngezizwe
Apho iintetho zahluka-hlukayo
Apho maninz’amasiko enzwayo

Kodwa nangona zahluka-hlukayo
Kukho indawo zihlangana ngayo
Zonk’izizwe zihlel’ezonweni
Zonke izizwe zotshon’ekufeni

Apha ngaphantsi uncedo alukho
Apha ngaphantsi ubomi abukho
Phaya phezulu silangazelela
Apho uMncedi wabooni wovela

Wena wafela abooni bomhlaba
Wena wazisa izizwe iindaba
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe

Yiba nodumo (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
Yiba nodumo (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
Yiba nodumo (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Phezu Komhlaba 95 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the clock
2| symbol to the right of the television
3| symbol at the top of the cloud
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid