song lyrics / Monwabisi Nkula / Unabantu Bakho Thixo lyrics  | FRen Français

Unabantu Bakho Thixo lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Unabantu Bakho Thixo song lyrics by Monwabisi Nkula official

Unabantu Bakho Thixo is a song in Xhosa

Unabantu bakho thixo
Ngamaxesha onke
Ubagcina ubancede
Endaweni zonke
Endaweni zonke

Bakuwela imilambo
Ubanabo wena
Bakutshishwa yimililo
Ubanabo wena
Ubanabo wena

Apho batshutshiswa khona
Bomelezwa nguwe
Nasemarhamncweni thixo
Bagciniwe nguwe
Bagciniwe nguwe

Bakhangela kuwe nkosi
Abobantu bakho
Babulela bakuthembe
Abobantu bakho
Abobantu bakho
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Unabantu Bakho Thixo lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the calculator
2| symbol at the bottom of the thumbs up
3| symbol to the left of the star
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid