song lyrics / Monwabisi Nkula / Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 lyrics  | FRen Français

Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 is a song in Xhosa

Ndinike amehlo ndikhangele
Phezulu (Phezulu ezulwini)
Ndibone khona abangcwele
Bevuya (Bevuya enkosini)

Bevuya (Bevuya )
Bevuya (Bevuya )
Bevuya (Bevuya enkosini)

Ngokuya babesemhlabeni
Belila inyembezi
Bebanjezelwa zizilingo
Umlingi (Umlingi engaphezi)

Umlingi (Umlingi )
Umlingi (Umlingi )
Umlingi (Umlingi engaphezi)

Ndibona sebesoyisiwe
Ndabuza (Ndabuza kungani na)
Kuye kwatsho abefile
Owaye (Owayefela thina )

Owaye (Owaye)
Owaye (Owaye)
Owaye (Owayefela thina )

Ndabona inyathelo lakhe
Libheka(LIbheka erorini)
Babamba emkhontweni wakhe
Baphumla (Baphumla ezulwini)

Baphumla (Baphumla )
Baphumla (Baphumla )
Baphumla (Baphumla ezulwini)

Makadunyiswe umkhokheli
Ngalo (Ngolomsebenzi wakhe)
Kungasweleki umlandeli
Ose (Ose mkhondweni wakhe)

Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkhondweni wakhe)
Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkhondweni wakhe)

Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkho)
Ose (Ose mkhondweni wakhe)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the trash
2| symbol to the right of the camera
3| symbol to the left of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid