song lyrics / Monwabisi Nkula / Yanga Intliziyo Yam 214 lyrics  | FRen Français

Yanga Intliziyo Yam 214 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Yanga Intliziyo Yam 214 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Yanga Intliziyo Yam 214 is a song in Xhosa

Yanga intliziyo yam
Ingaphuma ezonweni
Wanga umphefumlo wam
Ungangen'ebungcweleni

Yiva, yiva Nkosi yam
Yiva ukukhunga kwam
Yiva, yiva Nkosi yam
Yiva ukukhunga kwam

Kwanga ukuhamba kwam
Kungabheka ezulwini
Zanga zonk'izenzo zam
Zingayama enKosini

Nceda, nceda Nkosi yam
Nceda ulinga kwam
Nceda, nceda Nkosi yam
Nceda ulinga kwam

Kwanga ukuvuya kwam
Ndingavuya futhi Ngawe
Kwanga ukuzama kwam
Ndingalandelana Nawe

Vuma, vuma Nkosi yam
Ndiye eZulwini nam
Vuma, vuma Nkosi yam
Ndiye eZulwini nam
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Yanga Intliziyo Yam 214 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the suitcase
2| symbol at the top of the envelope
3| symbol to the left of the target
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid