paroles de chanson / Monwabisi Nkula parole / Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 lyrics  | ENin English

Paroles de Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256

Interprète Monwabisi Nkula

Paroles de la chanson Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 par Monwabisi Nkula lyrics officiel

Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256 est une chanson en Xhosa

Hayi ukonwaba kwabo
Abangcwele bakathixo
Kumatheko aphakade
Kwelo lizwe laphezulu

Nabo kanye besezulwini
Nabo kuba sahlatywayo
Sebamhlophe egazini
Lalomfana oyalelayo

Baphumile kwi ngxwaleko
Sebemi apho akungenwa
Se behleli kwizihlalo
Ezobawo ezinqwelerha

Sebevuma indumiso
Ngalomanzwi angatshiyo
Sebethwalisiwe imbasa
Yi lemvana yanikwayo

Ndinga nam ndingeba nabo
Abobantu abangcwele
Ndidumise inkosi yabo
Leyo mvana ibafele

Ndinga nam ndingeba nabo
Abobantu abangcwele
Ndidumise inkosi yabo
Leyo mvana ibafele
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à gauche de l'oeil
2| symbole à gauche du téléviseur
3| symbole à gauche de l'horloge
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid