paroles de chanson / Monwabisi Nkula parole / Siya Kudumisa Thixo lyrics  | ENin English

Paroles de Siya Kudumisa Thixo

Interprète Monwabisi Nkula

Paroles de la chanson Siya Kudumisa Thixo par Monwabisi Nkula lyrics officiel

Siya Kudumisa Thixo est une chanson en Xhosa

Siyakudumisa Thixo
Siya kuvuma ukuba unguYehova
Umhlaba wonke ubedesha wena
UYise ongunaphakade
Zonke ingelosi zimemeza kuwe.
Kwanezulu nawo onke amandla akulo
Ikerubime nesarifime.
zimana zimemeza kuwe
Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele
Yehova, Thixo wemikhosi

Izulu lizele kwanomhlaba.
Ububukhulu bobungcwalisa bakho
Umhlabi wobungcwalisa wabapostile
uyakudumisa
Amakholwa naabahle aabaprofeti.
Bayakudumisa
Umkhosi odumileyo wabafele wena
Uyakudumisa

Irhamente engcwele kulo lonke ilizwe.
iyakuvuma
UYise obukhulu bungenambaliso
UNyana wakho emnye odumileyo oyinene
KwanoMoya oyiNgcwele
Omonwabisi
Ungukumkani wobungcwalisa
Wena Kristu
Wen’ungunyana ongunaphakade.woYihlo
Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.
Akwasidela isizalo sentombi
Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa
Wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu
Wena uhleli ngasekunene kuThixo
Ebungcwaliseni boYihlo
Siyakholwa ukuba woza
UbengumGwebi wethu
Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho
Ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo
Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho
Ebungcwaliseni obungunaphakade
Nkosi sindisa abantu bakho.
Uthamsanqelise ilifa lakho
Baphathe ubaphakamise.
Kude kube ngunaphakade

Thina imihla ngemihla
Sikwenza mkhulu wena.
Sihlala sibedesha igama lakho
Kude kube kunaphakade
Sincede Nkosi
Usilondoloze ngale mini singabi nasono
Nkosi zusiphathe ngetaru
zusiphathe ngetaru

Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu
Njengokuba ithemba lethu likuwe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Nkosi ndithembe wena
Ma ndingaze ndidaniswe
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Siya Kudumisa Thixo

Nom/Pseudo
Commentaire
Autres paroles de Monwabisi Nkula
Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259
Phezu Komhlaba 95
Soloko Intliziyon Yam 224
Umhla Wesabatha Nkosi 272
Lizwi Linamandla 118
Njengoko Ndinjalo Nkosi 186
Sicela Kuwe Menzi Wethu 238
Ndikhangele Ngobubele
Nkosi Ndive Ngezibele
Yanga Intliziyo Yam 214
Jerusalem Ikhaya Lam
NjengeBhadi Libhadula
Hayi Ukonwaba Kwabo Hym 256
Mandihambe Nawe Yesu
Ndinga Ngakhe Ndisithele
Ndikhokele Oyevha Hym 245
Thixo Akunankqaleko
Unabantu Bakho Thixo
Naanku Ndimi Ndinkqonkqoka 148
O Jesu Nkulunkulu Wami 152
À découvrir...
Artistes et paroles de chanson : sélection aléatoire parmi les artistes et lyrics du moment
Manmohan Waris | Jacques Brel | Henri Salvador | Malayang Pilipino Music | Céline Dion | Comptine | Alex Serra | Graeme Allwright | Sonu Nigam | L'étrange Noël De Monsieur Jack | Jean-Jacques Goldman | Anastasia | जयवंत कुलकर्णी | Mortelle Adèle | Phinéas Et Ferb | Yves Montand | Lata Mangeshkar | Walt Disney | लता मंगेशक | Hugues Aufray

والله ذله | J'ai Deux Amours | قلبي مايساعفنيش | قفطانك محلول | Sun Sun Nanhe Lori Ki Dhun | Yeh Kagazi Phool Jaise Chehre | Tan Kha Gayi Ye Tankha | Gori Jovey Baat | Middle Class | Poova Vaa | XNXX | Main Sehra Bandh Ke (From "Deewana Mujhsa Nahin") | Birthday Girl | Mi Sataryachi | J'attendrai | L'envie | Ndinik'amehlo Ndikhangale Hym 259 | They Don't Care About Us | احلم بالشهادة (feat. بلال الاحمد) | Di Mapapantayan
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut du smiley
2| symbole à gauche de la cible
3| symbole en haut du cadenas
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid