song lyrics / Monwabisi Nkula / Sikuyo Indlela lyrics  | FRen Français

Sikuyo Indlela lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Sikuyo Indlela song lyrics by Monwabisi Nkula official

Sikuyo Indlela is a song in Xhosa

Sikuyo indlela
Yelizwe lobomi
Ikhaya labantu
Bahleli ngenyweba

Indod'engahlulwa
Uthixo ngo xolo
Nithini noyana
Noyana phezulu (Noyana noyana)

Noyana (Noyana )
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Nithini noyana
Noyana phezulu

Ewe ke ndohamba
Naphezu kwentaba
Sisele amanzi
Abuya phezulu

Sisele (Sisele)
Sisele (Sisele)
Sisele (Sisele)
Sisele (Sisele)
Sisele amanzi
Abuya phezulu

Ndohamba ndohamba (Ndohamba )
Ewe ndohamba (Ndohamba )
Ewe ndohamba (Ndohamba )
Ewe ndohamba (Ndohamba )
Ewe ndohamba
Ndisiya phezulu

Noyana noyana (Noyana )
Noyana (Noyana )
Noyana (Noyana )
Ewe noyana (Noyana )
Ewe noyana (Noyana )
Nithini noyana
Noyana phezulu
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Sikuyo Indlela lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the cloud
2| symbol to the left of the cross
3| symbol at the bottom of the envelope
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid