song lyrics / Monwabisi Nkula / Bawo Ndingumtwana Wakho Hymn 285 lyrics  | FRen Français

Bawo Ndingumtwana Wakho Hymn 285 lyrics

Performer Monwabisi Nkula

Bawo Ndingumtwana Wakho Hymn 285 song lyrics by Monwabisi Nkula official

Bawo Ndingumtwana Wakho Hymn 285 is a song in Xhosa

Bawo ndingumntwana wakho
Noko ndonileyo
Ndiyalila phambi kwakho
Bawo ndixolele

Imithetho ndiyophule
Ngenxa yokudela
Umsindisi ndimlahlile
Bawo ndixolele

Noko ndibe ndifanelwe
Kuqhuqhubulelwa
Ndaliqhuqhubala
Bawo ndixolele

Unguthixo onenceba
Engazangi phele
Noko ndiyalila ndithi
Bawo ndixolele
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Bawo Ndingumtwana Wakho Hymn 285 lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the thumbs up
2| symbol at the bottom of the bulb
3| symbol at the top of the envelope
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid