song lyrics / Pitbull K-9 / Umniniyo lyrics  | FRen Français

Umniniyo lyrics

Performer Pitbull K-9

Umniniyo song lyrics by Pitbull K-9 official

Umniniyo is a song in Xhosa

Mfethu yeyam le wei ndikhupha ingoma bagobise iqolo,
Xa ufuna uyazi le wei ubuza ngubani umniniyo?
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Bona xa benza le wei abakwazi uthula bangxama ngengxolo,
Ndifana nofudo kule wei ntwana ndithe chu andingxami yimpolo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,

Ukuze ayazi kumele athini? kumele abuze ebantwini,
Bhudda ndifake eBeatini ukuze uzondiva ndithini,
Iincutshe uyazazi zithini inyathi ibuzwa kwabaphambili,
Kudala ndisenza iFilm uQueen esathi darling,
Mna ndiyazazi ndizopopa andifuni nojonga iScore,
Bathi iVerse ndiyayibopha yilonto ndibhala qho,
Andiyithandi lento yocibana uyandazi,
Xa ndikhupha intsimbi kochitheka igazi,
Ziyahleba ezi laithi apha kum ngabafazi,
Buza apha ekasi ukuba ufuna ukundazi,
Ndiyithiza uRasta ndimbetha ngeswazi
Nabakhuluwa ndibabiza ngomlozi,
Ndikubona usekude ndifana nokhozi,
Wazama ukundiqhela ndakutshisa pozi,
Dlamini, uZizi,
Uxelela abantu ukuba uyandazi,
Iingoma zam zona zonke awuzazi,
Ndivuka ndiphande amanzi andiwazi,

Mfethu yeyam le wei ndikhupha ingoma bagobise iqolo,
Xa ufuna uyazi le wei ubuza ngubani umniniyo?
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Bona xa benza le wei abakwazi uthula bangxama ngengxolo,
Ndifana nofudo kule wei ntwana ndithe chu andingxami yimpolo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Tshini akayazi lo tshini akayazi lo,
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Umniniyo lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the television
2| symbol to the left of the cross
3| symbol at the bottom of the star
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid