song lyrics / Pitbull K-9 / Izilingo lyrics  | FRen Français

Izilingo lyrics

Performer Pitbull K-9

Izilingo song lyrics by Pitbull K-9 official

Izilingo is a song in Xhosa

Noba uyawa uvuke uphakame uhlale emthandazweni,
Bakhona abantu abazenza iiTraffic bokususa endleleni,
Noba ucinga ukuyeka ebomini ubozibuza uqaleleni,
Ewe kunzima akhonto ilula nawe ungayekeleli,
Ubomi bufuna uqine uvuke ekuseni ngesifingo,
Uguqe ucele kuThixo ekuseni kokwenzeka izilingo,
Uphushe uPresse uphande ke ntwana ungavumeli izilingo,
Ungavumeli izilingo
Ungavumeli izilingo

Mntase ungatyhafi akhonto ilula apha,
Izilingo zofika zizokutheza Amandla,
Sonke emhlabeni sifuna ukuphanda,
Abanye ke bona bafuna nje uthatha,
Hhe
Ntwana ubovuka uthandaze amen,
Vuka uphande ubusuku ekuseni,
Umzali akalali ebusuku she prays,
Nawe sutyhafa babonise you the best,
Yah
Xa uFlopha bayalarha bona,
Xa winner bayaqumba bona,
Kwaye uThixo uyababona bona,
Vele uWinne bazoGowa bona,
Abanye babo bazofuna ufota,
Bayajika ngoku xa bendibona,
Ezinye iiGirls ngoku ziyandiqoma,
Xa siGrand ntwana ungazoBloma,
Yey
Bayavuya xa bekubona usiwa,
wena uhleli nje uzama isinkwa,
ngoku ixesha bhudda lixhashwe yinja,
vuka uphakame bangakuboni usiwa,
abathandi xa bekubona uWinna,
bhudda ngemoto 1 day uzofika,
ungancami kwaye watsho noCena,
phofu nawabo amanzi ayabila,
noba ingakude le ntambo ndizofika,
lento ndayiqala akukho ukujika,
imini yam iyeza ivili liyajika,
ndiyiDyani xa kungalungi ndizophinda,
xa ndiPeforma bazofuna amaphinda,
ekhaya ndifike namahinya-hinya,
ndiyakholelwa uThixo uyandiva

Noba uyawa uvuke uphakame uhlale emthandazweni,
Bakhona abantu abazenza iiTraffic bokususa endleleni,
Noba ucinga ukuyeka ebomini ubozibuza uqaleleni,
Ewe kunzima akhonto ilula nawe ungayekeleli,
Ubomi bufuna uqine uvuke ekuseni ngesifingo,
Uguqe ucele kuThixo ekuseni kokwenzeka izilingo,
Uphushe uPresse uphande ke ntwana ungavumeli izilingo,
Ungavumeli izilingo
Ungavumeli izilingo
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Izilingo lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the padlock
2| symbol at the top of the clock
3| symbol to the right of the suitcase
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid