song lyrics / Pitbull K-9 / Birthday Yam lyrics  | FRen Français

Birthday Yam lyrics

Performer Pitbull K-9

Birthday Yam song lyrics by Pitbull K-9 official

Birthday Yam is a song in Xhosa

Ndiyazalwa namhlanje sbali,
Present zonke ngaphambili,
DJ yenza kubemnandi,
Yip! Yip! yeah hooray,
Ibhalon'igqabhukile,
Abantwana bonwabile,
Ikhekhe ndilisikile,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,

Xa ndiphuma ngaphandle bonke bathi imin'emnandi kuwe,
Ikhona iOka nehubbly ntwana damn kude kuqhume,
DJ ngawufak'uqhusa aph'isntwana sijaive sibile,
Ndipheth'amadyan ubon'unavad'ukuba sesifikile,
Tyhini yeah hooray,
Yip yip yeah hooray,
Tyhini Tshep hozat?
Zikhiphani tshep hozat?
Bayandibuz'iminyak'ithini?
Iminyak'idyan ayiyibali,
Soz'ikhekhe ndingalisiki,
Ngoba yibirthday yam,
Yi birthday yami,
Ngoba yibirthday yam,
Yi birthday yami,
Ndicel'ubon'izandla phezulu,
Ndicel'ubon/iglass phezulu,
Sonke masikhwazeni sithi yip yip yeah hooray,
Sonke masikhwazeni sithi yimin'emnandi kuye,
Kuyanetha phandle siphume sidlal'uqaphela ndikhule,
Iminyak'ihambile ngoku ndimdala kwaye soz'ibuye,
Yip yip yeah hooray pppppp vuthel'ikhandlela,

Ndiyazalwa namhlanje sbali,
Present zonke ngaphambili,
DJ yenza kubemnandi,
Yip! Yip! yeah hooray,
Ibhalon'igqabhukile,
Abantwana bonwabile,
Ikhekhe ndilisikile,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Yeah hooray,
Yip! yip! yeah hooray,
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Birthday Yam lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the star
2| symbol at the top of the cloud
3| symbol to the right of the calculator
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid