song lyrics / Pitbull K-9 / Mheza lyrics  | FRen Français

Mheza lyrics

Performer Pitbull K-9

Mheza song lyrics by Pitbull K-9 official

Mheza is a song in Xhosa

Yazi uyangxola umheza,
Akandithandi, mna ndiBusy ndifaka iBeat uthi ndiyangxola umheza,
Yazi andimthandi umheza,
Ndiyamonyanya unheza, uthi andilali ndenza ingxolo uyakhalaza umheza

Undifunani umheza andimazi maan,
Soloko ekhala zeziBeats akalali maan,
Kuqala unyaka mheza nguJanuary,
Masixolelane wena mheza masime ngeFight,
Okanye umheza uneStress sikaDecember,
Akho mali yeUniform ngoba ebeGroover,
AmaBraz ayavuya xa ebona umheza,
Lipstick ephethe iBeer ayayazi azophuza,
Umheza unceda ilali ndiyamazi mna,
Kutheni Andifuni uthi mna ndithanda iindaba,
Ngumakhi wam lo ndiyamazi mna,
Umheza uthanda uActor mna ndimbiza uSophie Ndaba,
Mm,
Zange wandithanda umheza mna,
Ndikhule endifundisa esgela esithi andikwazi ukubhala,
Ndikhule entlonta gqithi umheza mna,
Singabantwana esivimba iDrink ogqiba asiseze ikhala,
Mm, Ey,
Mheza nyamezela xa ungxola oko makhi izonyuka iPressure,
Ndixolele mheza yonke into izolunga makhi as balihamba ixesha,
Awunokholelwa xa ndinge edolophini abantu bafuna ufota,
Ndixolele mheza xa ndibuya eShowini ndizokuphathela ikota,

Yazi uyangxola umheza,
Akandithandi, mna ndiBusy ndifaka iBeat uthi ndiyangxola umheza,
Yazi andimthandi umheza,
Ndiyamonyanya unheza, uthi andilali ndenza ingxolo uyakhalaza umheza
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Mheza lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the smiley
2| symbol to the right of the clock
3| symbol at the bottom of the padlock
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid