paroles de chanson / Quo Lee parole / Uthando Lwam lyrics  | ENin English

Paroles de Uthando Lwam

Interprètes Quo LeeKhehla Lamaweekend

Paroles de la chanson Uthando Lwam par Quo Lee lyrics officiel

Uthando Lwam est une chanson en Xhosa

Njabulo yam ayisekho yona
Mpefumlo wam uyohlala ekhona
Hayi kodwa ithemba andisenalo alisekho lona
Bendisithi ndiyazama kodwa kona

Njabulo yam ayisekho yona
Mpefumlo wam uyohlala ekhona
Hayi kodwa ithemba andisenalo alisekho lona
Bendisithi ndiyazama kodwa kona

Aahh yee aah ye aah
Uthando lwam lohlala lukhona
Uthando lwam
Aahh yee aah ye aah
Uthando lwam lohlala lukhona
Uthando lwam

Ndijabulisa intliziyo yam ibine hlwili
Oko ndiziqhatha ndiqale uba no lwimi
Oko ndizama
ndizama
ndizama
akupheli ndaweni

Aahh yee aah ye aah
Uthando lwam lohlala lukhona
Uthando lwam
Aahh yee aah ye aah
Uthando lwam lohlala lukhona
Uthando lwam
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Uthando Lwam

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite du pouce en l'air
2| symbole en haut de l'enveloppe
3| symbole en haut de la loupe
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid