paroles de chanson / Quo Lee parole / Phendula lyrics  | ENin English

Paroles de Phendula

Interprète Quo Lee

Paroles de la chanson Phendula par Quo Lee lyrics officiel

Phendula est une chanson en Xhosa

Imithandazo yam
Imamelwa ngubani na
Yonke iminqweno yam
Ibanjwe ngubani na
Ndiyabuza uba ngubani na?
Ongafuni uphendulwa
Uba uyandiva sabela imithandazo yam
Andinanto ngaphandle kwakho Thixo wam

Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn

Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn

Uba uyandiva phendula
Thixo wam ndiyacela mna
Ohyhini
Ohyhini
Ohyhini na

Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn

Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula uba uyandiva
Phendula maarn
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Phendula

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut de l'appareil photo
2| symbole à gauche de l'étoile
3| symbole à gauche du smiley
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid