paroles de chanson / Pitbull K-9 parole / Uhambo Lwencutshe (Skit) lyrics  | ENin English

Paroles de Uhambo Lwencutshe (Skit)

Interprètes Pitbull K-9Flash Ikumkani

Paroles de la chanson Uhambo Lwencutshe (Skit) par Pitbull K-9 lyrics officiel

Uhambo Lwencutshe (Skit) est une chanson en Xhosa

Ikhanyisel'ilali amajita akhulele ezilali ukuba mawaphuphe ayazi nantoni na
oyinqwenelayo iyakwazi ukuba iphile nje ngoba nam nditshil'uba
Kwi SA hip hop ndi introduswe ngu Emtee ndaphela ndifumana iCo-sign from uEmtee,
Nyhani xa umntu oye wabanombono okanye wabane phupha walilandela lonto iyafezeka,
Mna ndimele lo wei ndimele ukhanyisela amajita asebumnyameni,
Ngoba ndiyayazi ukhulel'ezilalini grootman,
xa uhlel'ezilalini ubon angathi izinto ezinintsi azinokwenzeka,
Okanye ubona ngathi zinto ezikude okanye ubona ngathi zidalelw'abantu abathile uyabo,
Enye wei endimele yona mna kukukhanya nob'usukaphi nob'usuka kwikhay'elinjani
ungakwazi uwuphila umbono wakho ungakwazi uwufeza umnqwno wakho okanye amaphupha wakho,
Nantoni ofuna ubayiyo kulo mhlaba ungaba yiyo,
Ungakwazi uba yi artist enkulu nje ngoDrake usuk'etyotyombeni ipossible lo wei leyo,
UThixo akho bantu abenze babangcono apha emhlabeni,
sonke usinikil'amehlo, usinikil'indlebe usunikile yonk'into kuba esithanda sonke
akhomntu amkhethileyo wathi hayi lo zamnik'impumlo yedwa ndifun'ibenguye qha ophefumlayo,
sonk'usiniki into yoba sikwazi uzama sikwazi uya phambili sikwazi nophila,
ufez'iminqweno yakho okanye nantoni na ofun'ukuyeza
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Uhambo Lwencutshe (Skit)

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut de l'appareil photo
2| symbole à gauche de la maison
3| symbole en bas de l'enveloppe
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid