paroles de chanson / Pitbull K-9 parole / Abangani lyrics  | ENin English

Paroles de Abangani

Interprètes Pitbull K-9Leezy Lindokuhle

Paroles de la chanson Abangani par Pitbull K-9 lyrics officiel

Abangani est une chanson en Xhosa

Ubobabheka abangani,
Yeah umama wanditshela,
Kanye nobaba wanditshela,
Ubobabheka abangani,

Yeah umama wanditshela,
Kanye nobaba wanditshela,
Ubobabheka abangani ubobabheka abangani,
Yeah umama wanditshela,
Kanye nobaba wanditshela,
Ubobabheka abangani ubobabheka abangani,

Ngoba asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Abakufisela okuhle,
Ngoba asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Abakufisela okuhle,

Step 1 kule life kumel'uhlezi uwatch,
You got to know your story mfethu kumele waz'iindiba zakho'
Step 2 you got to watch who you bring close,
And never let your gut down ubhek'uskima bani,
Ngoba ubalawa ngothi yilab'ohlez'unabo,
Bazohleka nawe baloko bekufuna phantsi,
Mfethu you got to be watch when you choose friends,
Choose the wisely coz when they f**k you up they f**k you up very nicely,
Kumel'uhlez'uzibhekile andith'impil'ipricely,
nalaba banenzond'uzobabona sebe spicely,
Umona yintw'ekhona yingakho kumeluhlez'uzibhekile,

Yeah umama wanditshela,
Kanye nobaba wanditshela,
Ubobabheka abangani ubobabheka abangani,
Yeah umama wanditshela,
Kanye nobaba wanditshela,
Ubobabheka abangani ubobabheka abangani,

Ngoba asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Abakufisela okuhle,
Ngoba asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Asibonke sibonke sibonke,
Abakufisela okuhle,

Ewe umama wandixelela bazinyoka,
Xa befuna into kuwe bazoxoka,
Xa uflopha ngaloo mini bazokufota,
Ngoomachine int'endiyenzayo bayayikopa,
Ndikhumba kudala besithi ndi whack,
Ndirecord itrack besithi yi crash,
Ndixibe ichain besithi yi fake,
Ndibusy ndiyacul'andinayo nepeni,
Belarha besithi ndibaselwa yi fame,
Ndimane ndibiza umama nge fan,
Ngoku andihleki indoda must pay,
Izinto ziyajika ndiyabona ekse,
Ntwan'ungasel'oodrink bafaka netyhefu aba hayi,
Abalunganga tu themb'ilitye kon'uthemb'aba yha,
Bazofun'uphel'amandla ndiyabazi ziinyik'aba eish,
Abalunganga tu themb'ilitye kon'uthemb'aba yha,
Ingxaki ngumona,
Abafun'int'ephuma komny'umntu,
Baphila bodwa abazi umntu ngumntu ngabantu,
Ingxaki ngumona,
Abafun'int'ephuma komny'umntu,
Baphila bodwa abazi umntu ngumntu ngabantu,
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Abangani

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite de l'horloge
2| symbole à gauche de l'oeil
3| symbole en bas de la poubelle
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid