paroles de chanson / Ntando parole / Dali lyrics  | ENin English

Paroles de Dali

Interprète Ntando

Paroles de la chanson Dali par Ntando lyrics officiel

Dali est une chanson en Xhosa

Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe

Nd’zakubamb’egxeni mihla yonke yokuphila kwami
Ndizokukhuthaza nob’izinto sezibhek’ecaleni
Umlingani ngowani na xayengasoz
Akupholis’amanxeba, mhmm
Ntombi ndiyabulela zang’indishiy enyanyeni, eh eh

Ndiyakuthembisa ntomb’entle (Ntombentle)
Ndizabalidwala lakho kude kuvalwe (Ndyakuthembisa ntomb’entle)
Ndiyakuthembisa ntombe’entle
Ndizabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya)
Ndizakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bathi ndidlala ngawe (Bacing'kuba ndiyadlala)
Ndizakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bandithatha kanjalo

Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Nguwe)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Baby nguwe)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Ndi'znikela kuwe mamiyya)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Mpilo yami)

Khawubamb’isandla sam ubayeke abanezothe
Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke
Ndingenza nantoni ndingavuma ngoku ngako konke
Soze ndikuyeke mama
Soze ndikuyeke mama nangoku

Ndiyakuthembisa ntomb’entle (Eh ntombentle)
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe
Ndiyakuthembisa ntombe’entle (Hlalu ngowam')
Ndizabalidwala lakho kunaphakade (Mamiya)
Ndzakubabonisa mamiya (Abandithembi)
Ngob’abaninzi bathi ndidlala ngawe ngawe (Bath ndidlala ngawe)
Ndizakubabonisa mamiya (Abandithembi)
Ngob’abaninzi bathi ndidlala ngawe ngawe (Bath ndidlala ngawe)

Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Oh dali nguwe)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Noba ndenzenjani yoh abandithembi)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe

Wena uthande mna (Sthandwa sami uyintombi yami) (Ulubambo lwami)
Usisthandwa sami (Ulubambo lwami)
Ulubambo lwami
Wena (Sthandwa sami uyintombi yami) Uyintombi yami
Ndinikela lomoya nenhliziyo (Ntombi yami bambo lwami)
Ulubambo lwami usisthandwa sami
Eh

Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Good for you)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Wena wedwa)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Mandithanda uze ndivulisango)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (You you you)

Ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Dali nguwe)
Ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Daby nguwe)
Ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Dali nguwe)
Ndiyazi ntombazane ndik bambile nguwe (Baby nguwe) oh
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.
Auteurs: MOJALEFA THEBE, NTANDOKAYISE MONWABISI BANGANI, ROBBIE MALINGA

Commentaires sur les paroles de Dali

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut du téléviseur
2| symbole en bas du pouce en l'air
3| symbole en bas de la poubelle
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid