paroles de chanson / Amadodana Ase Wesile parole / Thixo Ulilanga Lethu lyrics  | ENin English

Paroles de Thixo Ulilanga Lethu

Interprète Amadodana Ase Wesile

Paroles de la chanson Thixo Ulilanga Lethu par Amadodana Ase Wesile lyrics officiel

Thixo Ulilanga Lethu est une chanson en Zoulou

Thixo ulilanga lethu
Uyakhanya(Uyakhanya phezu kwethu)
Umpefumlo(Umpefumlo ungabonwa)
Apho (Apho uhambela khona)
Apho (Apho uhambela khona)

Thixo ulikhakha (Thixo ulikhakha lethu)
Asoyiki (Asoyiki ntshaba zethu)
Zonke ziyasongwa (Zonke ziyasongwa nguwe)
Susa ubumnyama (Susa ubumnyama kuwe)
Ukulamba (Susa ukulamba kuwe)

Usiphathe (Usiphathe ngobubele)
Usinike (Usuinike ubungcwele)
Upha (Upha abakukhonzayo)
Uku(Ukuthamsanqele kayo)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamsangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamdangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Thixo Ulilanga Lethu

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en bas du nuage
2| symbole en bas du cadenas
3| symbole à gauche du coeur
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid