song lyrics / Amadodana Ase Wesile / Thixo Ulilanga Lethu lyrics  | FRen Français

Thixo Ulilanga Lethu lyrics

Performer Amadodana Ase Wesile

Thixo Ulilanga Lethu song lyrics by Amadodana Ase Wesile official

Thixo Ulilanga Lethu is a song in Zulu

Thixo ulilanga lethu
Uyakhanya(Uyakhanya phezu kwethu)
Umpefumlo(Umpefumlo ungabonwa)
Apho (Apho uhambela khona)
Apho (Apho uhambela khona)

Thixo ulikhakha (Thixo ulikhakha lethu)
Asoyiki (Asoyiki ntshaba zethu)
Zonke ziyasongwa (Zonke ziyasongwa nguwe)
Susa ubumnyama (Susa ubumnyama kuwe)
Ukulamba (Susa ukulamba kuwe)

Usiphathe (Usiphathe ngobubele)
Usinike (Usuinike ubungcwele)
Upha (Upha abakukhonzayo)
Uku(Ukuthamsanqele kayo)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamsangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamdangqa elinzulu)
Ithemba (Ithemba elikhulu)
Ngokuba (Ngokuba ethanda kuye)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Thixo Ulilanga Lethu lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the eye
2| symbol to the right of the thumbs up
3| symbol at the bottom of the smiley
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid