paroles de chanson / Amadodana Ase Wesile parole / Mazithi Ingqondo Zethu lyrics  | ENin English

Paroles de Mazithi Ingqondo Zethu

Interprète Amadodana Ase Wesile

Paroles de la chanson Mazithi Ingqondo Zethu par Amadodana Ase Wesile lyrics officiel

Mazithi Ingqondo Zethu est une chanson en Xhosa

Mazith’ingqondo zethu (Ingqondo zethu)
Zimbonge uYehova
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)

Masithi (Masithi kulonke )
Sazise (Sazis’igama lakhe)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)

Nawo (Nawo amandla akhe )
Zukha ((Zukhanyisele izwe )
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo(Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)

Khohlwa (Khohlwa into zonke )
Ngazo izandla (Ngazi izandla zakhe)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo(Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)

Ezintsizini (Ezintsizini zethu)
Ili (Iliso liyabona )
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)

Kubo bonke (Kubo bonke ooThixo)
OoThixo (Akukho onjengaye)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Amen
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.
Auteurs: MKHATHI THOMAS, NHOSE MONGEZI
Copyright: Warner Chappell Music, Inc.

Commentaires sur les paroles de Mazithi Ingqondo Zethu

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite du nuage
2| symbole en bas du téléviseur
3| symbole en haut du pouce en l'air
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid