song lyrics / ZiPheko / Vukani lyrics  | FRen Français

Vukani lyrics

Performer ZiPheko

Vukani song lyrics by ZiPheko official

Vukani is a song in Xhosa

Yeeeey Mele waaaa heee!

Bantu besizwe
Bantu besilo
Ooh Vukani Wee
Nivuleni amehlo

Ixesha liyemka
Masivukeni sibambisaneni
Bantu bakwantu
Ngoba thina

Singabesilo
Ngoba thina
Singamthonyama
Ngoba thina

Singabesilo
Ngoba thina
Singamthonyama

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Lena yingoma
Yabantu bakwantu
Abakhawulwa
Ngegazi lobawomkhulu

Ingoma ehlanganisa izizwe
Le Ingoma ithetha
nawe wena mzontsundu
Izovusa abalele

Emathongweni
Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana besilo

Vukani
Sibambane ngezandla
Sobisaneni uthando

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writers: Rivoningo Mthombeni, Steven Chauke, Xolisile Bongwana
Copyright: Downtown Music Publishing

Comments for Vukani lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of magnifying glass
2| symbol at the bottom of the target
3| symbol to the left of the camera
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid