song lyrics / Spirit of Praise / Inxaniwe lyrics  | FRen Français

Inxaniwe lyrics

Performers Spirit of PraiseDumi Mkokstad

Inxaniwe song lyrics by Spirit of Praise official

Inxaniwe is a song in Xhosa

Inxaniwe intliziyo
Inxanel' uThixo
Ewe lowo waziwayo, Jesus
Ungophili

Inxaniwe (Inxaniwe)
Intliziyo intliziyo (Intliziyo)
Inxanelwe wena, Jesus (Inxanel' uThixo)
Ewe lowo (Ewe lowo)
Waziwayo (Waziwayo)
Ungophilileyo (Ungophilileyo)

Inxaniwe (Inxaniwe)
Intliziyo Baba, intliziyo yam (intliziyo)
Inxanelwe wena (Inxanel' uThixo)
Ewe lowo (Ewe lowo)
Waziwayo (Waziwayo)
Ungophilileyo (Ungophilileyo)

Ewe ewe lowo (Ewe lowo)
Waziwayo uyaphila (Waziwayo)
Ngiyamazi uyaphila ungophilileyo (Ungophilileyo)
Ungophilileyo

Ewe, ewe lowo (Ewe lowo)
Emhlabeni uyaziwa, ezulwini uyaziwa (Waziwayo)
Uyaphila uyaphila Jesus (Ungophilileyo)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Inxaniwe lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the smiley
2| symbol to the left of the cloud
3| symbol at the bottom of the bulb
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid