song lyrics / Pure Gold / Inkanyezi lyrics  | FRen Français

Inkanyezi lyrics

Performer Pure Gold

Inkanyezi song lyrics by Pure Gold official

Inkanyezi is a song in Zulu

Inkanyezi yezulu
Esikhanyiselayo
Esinekez' uxola
Ngexesha sise mhlabeni

Inkanyezi yezulu
Esikhanyiselayo
Esinekez' uxola
Ngexesha sise mhlabeni

Inkanyezi yezulu
Esi (esikhanyiselayo)
Esi (esinekez' uxola)
(Ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yezulu (inkanyezi yezulu)
Esikhanyiselayo (esikhanyiselayo)
Esinekez' uxola (esinekez' uxola)
Hay baba (ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yoxolo (inkanyezi yezulu)
Inkanye yokuthula (esikhanyiselayo)
Esinekez' uxola (esinekez' uxola)
Hay baba (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Thuma mna bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yezulu (inkanyezi yezulu)
Esikhanyiselayo (esikhanyiselayo)
Esinekez' ukuxola (esinekez' uxola)
(ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yezulu (inkanyezi yezulu)
Esinikeza ukukhanya (esikhanyiselayo)
Esinekez' ukuxolo (esinekez' uxola)
Hay baba (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yezulu (inkanyezi yezulu)
Esinekez' uxola (esikhanyiselayo)
Esinekez' uxola (esinekez' uxola)
Hayi baba(ngexesha sise mhlabeni)

Inkanyezi yezulu (inkanyezi yezulu)
Esikhanyiselayo (esikhanyiselayo)
Esinekez' uxola (esinekez' uxola)
Hay baba (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)

Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo bawo (thuma mna bawo)
Bawo (ngexesha sise mhlabeni)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Inkanyezi lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the envelope
2| symbol at the top of the eye
3| symbol at the bottom of the thumbs up
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid