song lyrics / Ntando / Nono lyrics  | FRen Français

Nono lyrics

Performer Ntando

Nono song lyrics by Ntando official

Nono is a song in Xhosa

U nono ngowami
Buleli nxaso yenu
Mama no tata wami abazali bami
Mama
U nono ngowami
Buleli nxaso yenu mama notata wam abazali bam
Masambe nono
Siyolala siyolala embhedeni

Woza Nono my Nono
Masambe nono
Siyolala siyolala embhedeni
Ndinombono
Ndinombono
Kuzawuphel'ixesha mna nawe sthandana
(Siyolal siyolal'embhedeni)

Ngamany amagama ndithi sofa s'lahlane
Sozesihlukane
Uthando lwethu ntombi luqine njengesamende
(Siyolal siyolal embhedeni)

Kuyalunga ngalendaba yenkomo
Omalume bami baza nazo
(Siyolal siyolal embhedeni)
Kuyalunga ngalendaba yelobolo
Bobekhwini bam bebafuni nkomo
(Siyolal siyolale'mbhedeni)

Masambe nono
Masambe nono
Siyolala siyolal'embheden

Masambe nono
Masambe nono
Siyolala siyolal'embheden

Masambe nono
Masambe nono
Siyolala siyolal'embheden

Masambe nono
Masambe nono
Siyolala siyolal'embheden
Ndinobono
Ndinobono
Kuzawupheli xesha mna nawe sthandana
Ngamanye amagama ndithi sofa s'lahlane
Soze sihlukane
Uthando lwethu ntomi luqine njengesamende
Ambe nono
Oh masiye

Masambe Nono
Masambe Nono
Siyolala siyolal'embhedeni
Masambe Nono
Siyolala siyolal'embhedeni
Masambe Nono
Siyolala siyolal'embhedeni
Masambe Nono
Siyolala siyolal'embhedeni
Masambe Nono mntanami
Siyolala siyolal'embhedeni

Ndinombono
Bona
Pheli'xesha mna nawe s'thandana
Ngamanye amagama ndithi sofa s'lahlene
Uthando lwenthu ntombi luqine njengesamende
Oh iyo oyo
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writers: BONGANI MAHLAOLE, NTANDOKAYISE MONWABISI BANGANI

Comments for Nono lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the envelope
2| symbol to the left of the target
3| symbol at the top of the cross
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid