song lyrics / Ntando / Nkosazana lyrics  | FRen Français

Nkosazana lyrics

Performer Ntando

Nkosazana song lyrics by Ntando official

Nkosazana is a song in Xhosa

Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana
Ndiyakuthanda wena nkosazana
Undamkele wena nkosazana
Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana
Ndiyakuthanda wena nkosazana
Undamkele wena nkosazana

Eyi
Xa ungekho ephupheni lam
Xa ungekho eduze kwam
Ingathi bandiloyile
Iba ngathi bandiloyile
Ngathi lonke ixesha lam
Ngingal' chitha nawe
Ungabe usebenzile
Ungabe usebenzile
Xa ndivuka ekuseni
Ndikujonga emehlweni
Andide ndikholelwe
Andide ndikholelwe
Eyi zinceba zikaqamatha
Ukuze ndibe nawe
Babo ndibulele babo ndibulele

Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda wena nkosazana (nkosazana)
Undamkele wena nkosazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda wena nkosazana (nkosazana)
Undamkele wena nkosazana (nkosazana)

Xaku sekunjena xaku sekunjena
Oh oh uthando alunqonqozi
Vele lwenze ke ndizive ndinje
Ndibalulu emphefumlweni oh oh
Xa bethetha nje abangani bakho eyi
Yhu yhu yhu akunamsebenzi
As long uvuyile dikuphethe kakuhle
Ndiyavuya emphefumlweni oh oh

Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda wena nkosazana (nkosazana)
Undamkele wena nkosazana (nkosazana)

Xa ndivuka ekuseni
Ndikujonga emehlweni
Andide ndikholelwe
Andide ndikholelwe
Eyi zinceba zikaqamatha
Ukuze ndibe nawe
Babo ndibulele babo ndibulele
Andide nddihoelwe

Xa bethetha nje abangani bakho eyi
Yhu yhu yhu akunamsebenzi
As long uvuyile dikuphethe kakuhle
Ndiyavuya emphefumlweni oh oh

Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda wena nkosazana (nkosazana)
Undamkele wena nkosazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emhlotshazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda ntombi emnyamazana (nkosazana)
Ndiyakuthanda wena nkosazana (nkosazana)
Undamkele wena nkosazana (nkosazana)

Iyelele iye wuwu

Ndiyamthanda
Intombi yam lona
Ubomi bami bonke

Uthandwa ndim lo ndimthanda hure
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Nkosazana lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the thumbs up
2| symbol to the right of the calculator
3| symbol at the bottom of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid