song lyrics / Ntando / Ngomso lyrics  | FRen Français

Ngomso lyrics

Performer Ntando

Ngomso song lyrics by Ntando official

Ngomso is a song in Xhosa

Nanku umntana wase Bhofolo
He ufumene impangelo erhawutini
Kodwa ushiye intokazi emva
Gama layo bayibiza ngonoxolo
Nanku umntana wasedikeni
Hee ufumene impangelo emayinini
Kodwa ushiye intokazi emva
Gama layo bayibiza ngonoxolo

Oh noxolo wami ndithetha nje ndikhwele uloliwe
Imincili yomzimba wam yonke ayikwazi kubambeka ifuna wena
Cel'undithembe andikwazi kuphaphazela ndiphethe wena
Ndlela le omhle kangayo
Andisakhangeli ngoba ndiphethe wena

Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso ( ngomso)
Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso
Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso
Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo

Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso
Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso
Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso
Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo ( uyayiqonda)

Ndithetha ngaye uba umfana wasedikeni
He ufumene impangelo emayinini
Imikhuba erhawutini ininzi
He kuphela imali epokothweni uhleli
Haibo oh ngonoxolo wam
xa ndithatha umehluko ndimfanise nobisi ubufanisa nekhaya
Akufani naselalini apha ababiza ijozi maboneng abanandaba nokuyibhala pantsi

Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso
Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso
Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso
Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo

Uyayazi into emyoli
Uyayazi into emyoli
Wakhe wayibona into enjena
Wakhe wayibona into enjena
Nasemsebenzini andikhoni
Ingxaki kuba ndiyakukhumbula
Ndidikiwe kukubona efotweni

Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso
Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso (intombi yamampondo)
Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso
Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo

Sthandwa sam (sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso ndidikiwe kukubona efotweni)
ngcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso(Intombi yamampondo)
Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso
Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo
Ndizakulinda ngomso yimlo
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Ngomso lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the star
2| symbol at the top of the cross
3| symbol at the top of the house
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid