song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Ukholo Lwam lyrics  | FRen Français

Ukholo Lwam lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Ukholo Lwam song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Ukholo Lwam is a song in Xhosa

Ukholo lwami ndonyuka nalo (Ukholo lwami )
Lona (Lona ndilubambe ngesandla)
Ewe (Ndiyongena nalo ekhaya ezulwini )
Ukholo lwami ndonyuka nalo (Ukholo lwami)
Lona (Lona ndilubambe ngesandla )
Ewe (Ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kunzima (Noba kulikhuni)
Noba kulikhuni (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kuyenyuka (Noba kulikhuni)
Noba kuyenyuka (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Noba sekunzima (Noba kunzima)
Noba kuhla kusenyuka (Noba kuyenyuka)
Noba kunzima (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Noba sekunzima (Noba kunzima)
Noba kuhla kusenyuka (Noba kulikhuni)
Noba kuyenyuka (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kuyenyuka (Noba kulikhuni)
Noba kuyenyuka (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Noba sekunzima (Noba kunzima)
Noba sekunzima (Noba kulikhuni)
Noba kuyenyukela (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kusehla kwe nyuka (Noba kulikhuni)
Noba kunzima (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kuhla kusenyuka (Noba kulikhuni)
Noba kuyenyuka (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Ukholo lwami (Ukholo lwami )
Lona (lona ndilubambe ngesandla)
Ewe (Ndiyongena nalo ekhaya ezulwini )
Ukholo lwami (Ukholo lwami)
(Lona ndilubambe ngesandla )
(Ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)

Noba sekunzima (Noba kunzima)
Noba kulikhuni (Noba kulikhuni)
Noba kunzima (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Noba kunzima (Noba kunzima)
Noba kulikhuni (Noba kulikhuni)
Noba kunzima (Kodwa ukholo lwami ndiyongena nalo ekhaya ezulwini)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Ukholo Lwam lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the camera
2| symbol at the top of the trash
3| symbol at the top of the envelope
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid