song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Eka Thixo Incwadi lyrics  | FRen Français

Eka Thixo Incwadi lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Eka Thixo Incwadi song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Eka Thixo Incwadi is a song in Xhosa

Kukho eka thixo incwadi
Eyamagama (Eyamagama angcwele )
Abo ba (Abo bakholwayo kuye )
Likhona igama lakho
Likhona igama lakho

Oh ama (Amaphepha ayo mahle )
Asoloko (Soloko ecocekile)
Oh hlala (Ohlala ngonaphakade )
Ndiyabuza (Likhona igama lakho )
Likhona igama lakho

Oh noxa (Noxa phaya ndingaziwa)
Ewe noxa (Noxa lingadumanga )
Phezulu (Phezulu ezulwini )
Ndiyabuza (Likhona igama lakho )
Likhona igama lakho

Elakho likhona na (Likhona )
Elakho likhona na (Likhona )
Elakho likhona na (Likhona )
Likhona igama lakho
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writer: LUSANDA MCINGA

Comments for Eka Thixo Incwadi lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the envelope
2| symbol to the left of the smiley
3| symbol to the right of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid