song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Thixo Ulilanga Lethu lyrics  | FRen Français

Thixo Ulilanga Lethu lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Thixo Ulilanga Lethu song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Thixo Ulilanga Lethu is a song in Xhosa

Thixo ulilanga lethu
Uyakhanya phezu kwethu
Umphefumlo ungabonwa
Apho uhambela khona

Thixo ulikhakha lethu (Ulikhakha lethu)
Asoyiki (Asoyiki ntshaba zethu)
Zonke ziyasongwa (Zonke ziyasongwa nguwe)
Zoza ngoko nwaba nguwe

Usiphatha (Usiphathe ngobubele)
Usinika (Usinike ubungcwele)
Ubungcwele (Upha abakukhonzayo)
Ukuthamsanqelekayo

Ithamsangqa (Ithamsangqa elikhulu)
Ithamsangqa (Ithamsangqa elezulu)
Elezulu (Liko elithembayo kuwe)
Ngokuba ethandwa nguye

Ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe )
Ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe )
Ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe )
Ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe )
Ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe )
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Thixo Ulilanga Lethu lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the eye
2| symbol to the right of the bulb
3| symbol at the bottom of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid