song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Njengebadi lyrics  | FRen Français

Njengebadi lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Njengebadi song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Njengebadi is a song in Xhosa

Njengebhadi libadula
Libhadula (Ukufun' umthombo)
Iyafuna (Iyafuna njalo Thixo)
Njalo thixo ( Intliziyo yam)
Iyafuna (Iyafuna njalo Thixo)
Untliziyo ( Intliziyo yam)

Zaphalala (Zaphalala inyembezi)
Inyembezi (Ndakuba ndindedwa)
Ndakucinga (Ndakucinga ngabaninzi)
Ngabaninzi (Abangasekhoyo)
Ndakucinga (Ndakucinga ngabaninzi)
Ngabaninzi (Abangasekhoyo)

Bandibuza (Bandibuza ndasibeka)
Ndasibeka (Isililo mina)
Bakuhlala (Bakuhlala bendibuza)
Bendibuza (UnoThixo ophi na)
Bakuhlala (Bakuhlala bendibuza)
(UnoThixo ophi na)

Kuba namhla (Kuba namhla ndinje-nje nje)
Ndi nje nje nje (Ndililolo apha )
Ndandisiya (Ndandisiya nezihlwele)
Bezihlwele (Kuyo indlu yakho )
Ndandisiya (Ndandisiya nezihlwele)
Kuyo (Kuyo indlu yakho )

Ndandisiya (Ndandisiya nezihlwele)
Nezihlwele (Kuyo indlu yakho )
Ndandisiya (Ndandisiya nezihlwele)
Kuyo (Kuyo indlu yakho )
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writer: LUSANDA MCINGA

Comments for Njengebadi lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the trash
2| symbol at the top of the suitcase
3| symbol to the right of the padlock
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid