song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Mabaphul' abantu lyrics  | FRen Français

Mabaphul' abantu lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Mabaphul' abantu song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Mabaphul' abantu is a song in Xhosa

Mabaphil'abantu
Ngegama lika Jesu
Mabaphil'abantu
Ngegama

Oh mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaph'ilabantu (Ngegama likaJesu)
Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
(Ngegama likaJesu)

Oh mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaph'ilabantu (Ngegama likaJesu)
Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaphil'abantu (Ngegama likaJesu)

Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaph'ilabantu (Ngegama likaJesu)
Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaphil'abantu (Ngegama likaJesu)

Oh thatha nank'umlilo
Oh thatha naz'inkuni
Oh iphina lemvu
Ndokwenz'idini

Oh thatha nank'umlilo
Oh thatha naz'inkuni
Oh iphina lemvu
Oh ndokwenza

Masambe nyana wami (Masambe nyana wami)
Masambe nyana wami (UThixo uzozibonela)
Masambe nyana wami (Masambe nyana wami)
Masambe nyana wami (UThixo uzozibonela)

Masambe nyana wami (Masambe nyana wami)
Masambe nyana wami (UThixo uzozibonela)
Masambe nyana wami (Masambe nyana wami)
Masambe nyana wami (UThixo uzozibonela)

Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaph'ilabantu (Ngegama likaJesu)
Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
(Ngegama likaJesu)

Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaph'ilabantu (Ngegama likaJesu)
Mabaphil'abantu (Mabaph'ilabantu )
Mabaphil'abantu (Ngegama likaJesu)

Woza nyana wami (Masambe nyana wami )
Woza nyana wami (Uthixo uzozibonela)
Ndithi woza nyana wami (Masambe nyana wami )
He nyana wami (UThixo uzozibonela)

Ndithi woza nyana wami (Masambe nyana wami )
Masambe nyana wami (UThixo uzozibonela)
Masambe nyana wami (Masambe nyana wami )
He nyana wami (UThixo uzozibonela)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writer: LUSANDA MCINGA

Comments for Mabaphul' abantu lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the smiley
2| symbol at the top of the suitcase
3| symbol to the right of magnifying glass
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid