song lyrics / Lusanda Spiritual Group / Izulu Liyasetyenzelwa lyrics  | FRen Français

Izulu Liyasetyenzelwa lyrics

Performer Lusanda Spiritual Group

Izulu Liyasetyenzelwa song lyrics by Lusanda Spiritual Group official

Izulu Liyasetyenzelwa is a song in Xhosa

Elizulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa
Izulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa
Izulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa

Alingenywa mahala (halala)
Halala liyasetyenzelwa
Alingenywa mahala (halala)
Oh halala liyasetyenzelwa

Elizulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa
Izulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa
Izulu liyasetyenzelwa (Halala )
Halala liyasetyenzelwa

Alingenywa ngomona (Halala)
Halala liyasetyenzelwa
Alingenywa ngerhatshi (Halala)
Halala liyasetyenzelwa

Alingenywa ngomona (Halala)
Oh halala liyasetyenzelwa
Alingenywa ngerhatshi (Halala)
Oh halala liyasetyenzelwa

Alingenywa ngomona (Halala)
Khawulahl'umona (Liyasetyenzelwa)
Alingenywa ngekratshi (Halala)
Khawulahl'ikratshi (Liyasetyenzelwa)

Alingenywa ngomona (Halala)
Khawulahl'umona (Liyasetyenzelwa)
Alingenywa ngekratshi (Halala)
Khawulahl'ikratshi (Liyasetyenzelwa)

Alingenywa mahala (halala)
Halala liyasetyenzelwa
Alingenywa mahala (halala)
Oh halala liyasetyenzelwa
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writer: LUSANDA PERSEVERANCE MCINGA
Copyright: Sony/ATV Music Publishing LLC

Comments for Izulu Liyasetyenzelwa lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the bulb
2| symbol at the bottom of the cross
3| symbol to the left of magnifying glass
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid