song lyrics / Betusile / Nyanga Lemihla lyrics  | FRen Français

Nyanga Lemihla lyrics

Performer Betusile

Nyanga Lemihla song lyrics by Betusile official

Nyanga Lemihla is a song in Xhosa

Nyange lemihla
Liwa laphakade
Maxhoba ayakhawuleza
Langa lokulunga

Ulinyange lemihla (Nyange lemihla)
Ulinyange lemihla (Liwa laphakade)
UMdala wezintsuku (Maxhoba ayakhawuleza)
Langa lokulunga

Ulinyange lemihla (Nyange lemihla)
UnguKumkani empilweni zethu (Liwa laphakade)
Wena Jehova ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza)
Langa lokulunga (Langa lokulunga)

Sithi Ngqongqoshe, Kumkani
Maxhob’ayakhawuleza
Sith’ungcwele Sonini-nanini
Ufanelwe kukubongwa

Sithi Ngqongqoshe, Kumkani
Maxhob’ayakhawuleza
UnguJehov'igama Lakho
Ufanelwe kukubongwa

Wen’ungcwele Jehova (Nyange lemihla)
Ulinyange lemihla (Liwa laphakade)
Uyindoda yabahlolokazi (Maxhoba ayakhawuleza)
Bayethe Ngonyama (Langa lokulunga)

Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla)
Ungcwele Simakade (Liwa laphakade)
Ufanelwe ludumo lonke (Maxhoba ayakhawuleza)
Ufanelwe kukubongwa naziingelosi (Langa lokulunga)

Sithi wen’ungcwele Jehova (Nyange lemihla)
Uyindoda yabahlolokazi (Liwa laphakade)
Ungutata kwiinkedama (Maxhoba ayakhawuleza)
Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga)

Ungcwele Simakade! (Nyange lemihla)
Ungcwele Jehova (Liwa laphakade)
Ungcwele Hlathi lethu (Maxhoba ayakhawuleza)
Ungcwele baba wethu (Langa lokulunga)

Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla)
Siyakhahlela kuwe Ngangalala (Liwa laphakade)
Siyakhahlela kuwe Simakade (Maxhoba ayakhawuleza)
Sithi wen’ungcwele, sithi bayethe (Langa lokulunga)

Sithi bayethe! Sithi bayethe! (Nyange lemihla)
Nyange lemihla (Liwa laphakade)
Nyange lemihla (Maxhoba ayakhawuleza)
Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga)

Sithi bayethe (Nyange lemihla)
Sithi bayethe Jesu (Liwa laphakade)
Sithi bayethe Jehovah (Maxhoba ayakhawuleza)
(Langa lokulunga)

Nyange lemihla (Nyange lemihla)
Nyange lemihla (Liwa laphakade)
Wena Jehov’ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza)
Bayethe Ngangalala (Langa lokulunga)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Nyanga Lemihla lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the bulb
2| symbol to the right of the star
3| symbol at the bottom of the eye
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid