paroles de chanson / Lusanda Spiritual Group parole / Soze Ziwele Phantsi lyrics  | ENin English

Paroles de Soze Ziwele Phantsi

Interprète Lusanda Spiritual Group

Paroles de la chanson Soze Ziwele Phantsi par Lusanda Spiritual Group lyrics officiel

Soze Ziwele Phantsi est une chanson en Xhosa

Asoze ziwele phantsi
Inyembezi zam
Ukhona Thixo

Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
(Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)

Jesu ligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
(Wena ungukumkani wobungcwalisa)
(Mawunqulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Wena uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Ungu (Ungukumkani wobungcalisa)
(Mawunqulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziawela phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi (Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)

Somandla uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Wena no Davide (Wena ungukumkani wobungcalisa)
Wamoyisa uGoliyathi (Mawungulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Wena uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Wena uligorha elinamandla (Kumkani wobungcalisa)
Ungukumkani wobungcwalisa (Mawungulwe njalo )
Simakade (Oh simakade)

Asoze asoze (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
(Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.
Auteurs: LUSANDA MCINGA, MDUMISENI NZIMANDE

Commentaires sur les paroles de Soze Ziwele Phantsi

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite de la valise
2| symbole à droite de l'étoile
3| symbole à droite du coeur
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid