paroles de chanson / Lusanda Spiritual Group parole / Likhona Na? lyrics  | ENin English

Paroles de Likhona Na?

Interprète Lusanda Spiritual Group

Paroles de la chanson Likhona Na? par Lusanda Spiritual Group lyrics officiel

Likhona Na? est une chanson en Xhosa

Kukho eka thixo incwadi
Eyamagama (Eyamagama angcwele )
Abo ba (Abo bakholwayo kuye )
Likhona igama lakho
Likhona igama lakho

Amaphe (Amaphepha ayo mahle )
Asoloko (Soloko ecocekile)
Oh hlala (Ohlala ngonaphakade )
Ndiyabuza (Likhona igama lakho )
Likhona igama lakho

Noxa (Noxa phaya ndingaziwa)
Noxa (Noxa lingadumanga )
Phezulu (Phezulu ezulwini )
Ndiyabuza (Likhona igama lakho )
Likhona igama lakho

Ezi se (Semhlabeni incwadi)
Lingaba (Lingaba igama lakho)
Kodwa kweyobomi incwadi
Ndiyabuza (Likhona igama lakho)
Oh likhona igama lakho

Ndiya ba (Ndiyaba lekaixesha)
Limka na (Limka namathuba akho)
Uphendule ngiku kuve
Ndiyabuza (Likhona igama lakho)
Oh likhona igama lakho

Ezalapha (Ezalapha emhlabeni)
Ziyaqhuma (Ziyaqhuma zilahleke)
EkaThixo ayiqhumi
Ndiyabuza (Likhona igama lakho)
Oh likhona igama lakho

Ezalapha (Ezalapha emhlabeni)
Ziyaqhuma (Ziyaqhuma zilahleke)
EkaThixo ayiqhumi
Ndiyabuza (Likhona igama lakho)
Oh likhona igama lakho

Elakho likhona (Likhona)
Elakho likhona (Igama)
Elakho likhona (Likhona)
Likhona igama lakho

Elakho likhona (Likhona)
Elakho likhona (Igama)
Elakho likhona (Likhona)
Likhona igama lakho

Elakho likhona (Likhona)
Elakho likhona (Igama)
Elakho likhona (Likhona)
Likhona igama lakho

Elakho likhona (Likhona)
Elakho likhona (Igama)
Elakho likhona (Likhona)
Likhona igama lakho
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Likhona Na?

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite du smiley
2| symbole en bas de l'étoile
3| symbole à droite du pouce en l'air
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid