song lyrics / Zahara / Nqaba Yam lyrics  | FRen Français

Nqaba Yam lyrics

Performer Zahara

Nqaba Yam song lyrics by Zahara official

Nqaba Yam is a song in Xhosa

Ndifihle kuwe nqaba yam
Izilingo zindilingile
Ndalingeka nam
Eya bazame ukundiyenza
Isiyatha nam ndayathazeka eya eya

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndiqatshukelwe nguqa
Isiphongo sam
Nda mongoza sula kaluko nqaba yam
Bambe linga gqithekanga
Ikhe ngendisiva ndisesirogweni
Khawuleza kaloko eya

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndizifihla kuwewe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihle kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Nqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Uyinqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Nqaba Yam lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the cross
2| symbol to the left of the smiley
3| symbol to the right of the target
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid