song lyrics / Vuyo Mokoena / Mayenzake Intando Yakho lyrics  | FRen Français

Mayenzake Intando Yakho lyrics

Performer Vuyo Mokoena

Mayenzake Intando Yakho song lyrics by Vuyo Mokoena official

Mayenzake Intando Yakho is a song in Xhosa

Bawo xa ndilahlekayo
Koluhambo lwelilizwe
Hlal'undifundis'ukuthi
Mayenzek'intando yakho

Koluhambo kukhw'iingozi
Koluhambo kukhw'iintshaba
Zezithunywe nguwe zonke
Mayenzek'intando yakho

Xenikweni ubundihluthe
Into ebendiyithanda
Noba ubuyise eyakho
Mayenzek'intando yakho

Ndakudliwa nakukufa
Ndihluthiwe onke amandla
Ndakuzama baba ukuthi
Mayenzek'intando yakho

Yiguqul'eyam intando
Yifanise nale yakho
Susa konke ukukrokra
Mayenzek'intando yakho

Ukuze ndakuphelelwa
Zinyembezi, ukukhunga
Ndicule kweyiphezulu
Mayenzek'intando yakho

Hlal'undifundis'ukuthi
Mayenzek'intando yakho
Zezithunywe nguwe zonke
Mayenzek'intando yakho

Ngoba ubuyise yakho
Mayenzek intando
Ndakuzama baba ukuthi
Mayenzeki ntando yakho

Susa konke ukukrokra
Mayenzek'intando yakho
Ngicule kweliphezulu
Mayenzek'intando yakho

Hlal'undifundise ukuthi
Mayenzek'intando yakho
Zezithunywe nguwe zonke
Mayenzek'intando yakho
Ngoba ubuyise eyako
Mayenzek'intando yakho
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.
Writer: SISA BENJAMIN ZAKO
Copyright: Sony/ATV Music Publishing LLC

Comments for Mayenzake Intando Yakho lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the trash
2| symbol to the right of the camera
3| symbol at the top of the envelope
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid