song lyrics / TLR DezZ / Kwenzeka Ntoni lyrics  | FRen Français

Kwenzeka Ntoni lyrics

Performer TLR DezZ

Kwenzeka Ntoni song lyrics by TLR DezZ official

Kwenzeka Ntoni is a song in Xhosa

Hayi ngoku andazi
Wonke umntu ufuna ukopola kwenzeka ntoni
Benza ngathi abasithandani
Bahamba bethetha kakubi ngathi bona ngamaxoki
Phoff bona abaqali
Kodwa xa besibona bona bafuna ifoto
Manyani mna andisazi
Ndibhidekile ingaba kwenzeka ntoni ntoni ntoni

Kwenzeka ntoni thina skhupha ihits qha bona benza ngathi abasiboni
Mna ndingumoni yonke ibeat ndiyayibulala Askay yayazi andixoxi

Im a lion marking its territory I got raw(roar) on her

Ndiyababona bonke bafuna ukokhela uL.C no K9 asoze ndixole
Andinonqeni nonke apha bafa khona ndifa khona mna ngcono sife sonke

Uzofika bethetha kakubi ngathi
Kwenzeka ntoni ngoku andazi
Siyiphethe legame ngoku thina ntwana asidlali

Hayi ngoku andazi
Wonke umntu ufuna ukopola kwenzeka ntoni
Benza ngathi abasithandani
Bahamba bethetha kakubi ngathi bona ngamaxoki
Phoff bona abaqali
Kodwa xa besibona bona bafuna ifoto
Manyani mna andisazi
Ndibhidekile ingaba kwenzeka ntoni ntoni ntoni
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Kwenzeka Ntoni lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the helmet
2| symbol at the top of the bulb
3| symbol to the left of the eye
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid