song lyrics / Nathi / Abantu balendawo lyrics  | FRen Français

Abantu balendawo lyrics

Performer Nathi

Abantu balendawo song lyrics by Nathi official

Abantu balendawo is a song in Xhosa

Kukho abantu kulendawo
Abafun'ubona ntwentle tu
Xa bebon'omny'umntu ezama
Bayonyanya
Bathi uzenza ngcono
Ngcono landel'iphupha lakho
Ngcono usabel'ubizo lwakho eyi
Ngcono kuthwa uyaphambana
Kunokuba
Uphalale njengabo

Xa ndibulisa bayathul'
Ndithi molweni abavumi
Xa ndidlula bayathetha
Bathi akabulisi
Ucing'ba ongcono
Abasafuni nohlala nam
Xa ndingena bayaphakama bahambe
Uzosimoshela abantwana lo
Makahambe
Bendifuna uthando nje

Kanti abantu balendawo banjani?
Abafun'ubona ntwentle tu
Xa bebon'omny'umntu ezama
Bayonyanya
Bathi uzenza ngcono
Ngcon'ulandel'iphupha lakho
Ngcon'usabel'ubizo lwakho ha
Ngcono kuthwa uyaphambana
Kunokuba
Uphalale njengabo

Kanti abantu balendawo
Abafun'ubona ntwentle tu
Xa bebon'omny'umntu ezama
Bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Abantu balendawo lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the smiley
2| symbol to the right of the padlock
3| symbol at the bottom of the cross
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid