song lyrics / Nathi / Isandla lyrics  | FRen Français

Isandla lyrics

Performer Nathi

Isandla song lyrics by Nathi official

Isandla is a song in Xhosa

Umhlaba undijikele
Baninzi bendivalela indlela yam
Uthando lundivikele
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo

Kuba buhlungu umzuzwana nje
Kuba mnandi ma ziphola izilonda zirhawuzelela
Akubi mnyama ndihleli nawe
Kungaba mnyama njani ngob’unukhanya bakho nguwe nje

Isandla esindibambile
Senz’uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo

Isandla esindibambile
Senz’uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo

Buza uba kanjani na
Ukhe wasindwa or ukhe wabanjwa zizandla zabangendawo
Nakho mna ndisaphila
And abayazi uba ba dealer nabani na namhlanje

Bandibambe ngentliziyo nje
Bayabhubha bafe bangcwatywe yile mpumelelo yam
Abanye babo ndihleka nabo
Kodwa ingaphakathi yabo alithethi lonto

Ndiyayazi isandla esindibambile
Senz’uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo

Isandla esindibambile
Senz’uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela (Ezivaliweyo)

Musa ukukhala mntasekhaya
Jongilanga
Lizobuya likhanyise
Musa ukukhala mntasekhaya
Jongilanga
Lizobuya likhanyise

Isandla esindibambile
Soske wenz (Senz’uba omelele amathambo am)
Thambo am (Namhlanje)
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo

Isandla esindibambile
Soske wenze (Senz’uba omelele amathambo am)
Amathambo ami (Namhlanje)
Uthando endilufumene
Soske weze (Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Isandla lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the star
2| symbol at the top of the bulb
3| symbol to the left of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid