song lyrics / Kholeka / Xa Ebizwa 'Magama lyrics  | FRen Français

Xa Ebizwa 'Magama lyrics

Performer Kholeka

Xa Ebizwa 'Magama song lyrics by Kholeka official

Xa Ebizwa 'Magama is a song in Xhosa

Amen Amen
Amen Amen
Amen Amen
Amen Amen

Amen Amen
Amen Amen
Amen Amen
Amen Amen

Oh ndizelwe emhlabeni mina ndilindele
Olosuku suku lona lokugqibela
Jehova maan ho ndincede ndikhusele
Ndikusebenzele mna ndisesemhlabeni

(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Xa ndihleli emhlabenindilindel’izulu
Olosuku suku lokugqibela
Jehova Jehova ndincede ndikhusele mna ebubini
Ndikusebenzele mna ndisesemhlabeni
Ndikusebenzele mna ndisesemhlabeni

(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)
(Xa ebiza lamagama ngaba elakho likhona)

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Likhona mna
Likhona
Likhona mna
Likhona

Xa ebiza lamagama likhona elakho (Likhona mna)
Xa ebiza lamagama likhona elakho (Likhona)
Xa ebiza lamagama likhona elakho (Likhona mna)
Xa ebiza lamagama likhona elakho (Likhona)

Xa Ibiza lamagama likhona elakho (Likhona mna)
Xa Ibiza lamagama likhona elakho (Likhona)
Xa Ibiza lamagama likhona elakho (Likhona mna)
Xa Ibiza lamagama likhona elakho (Likhona)
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Xa Ebizwa 'Magama lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the envelope
2| symbol to the right of the smiley
3| symbol at the bottom of the eye
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid