paroles de chanson / Tankiso Mamabolo parole / Lengoma lyrics  | ENin English

Paroles de Lengoma

Interprète Tankiso Mamabolo

Paroles de la chanson Lengoma par Tankiso Mamabolo lyrics officiel

Lengoma est une chanson en Anglais

Ewe kunzima kodwa ayikapheli lengoma
Ewe Kumnyama kodwa kuzofika ukukhanya

Ewe kunzima kodwa ayikapheli lengoma
Ewe Kumnyama kodwa kuzofika ukukhanya

Bathi nyamezela
Noba sekunzima
Ndath'andikwazi
Kudala ndinyathela
Ameva kulendlela
Mama andikwazi

Bathi nyamezela
Noba sekunzima
Ndath'andikwazi
Kudala ndinyathela
Ameva kulendlela
Mama andikwazi

Kudala sihamba, sicula ingoma zomzabalazo
Kudala sihamba, sikhala sifuna uncedo
Kudala sihamba, sicula ingoma zomzabalazo
Kudala sihamba, sikhala sifuna uncedo

Bathi nyamezela
Noba sekunzima
Mama andikwazi
Kudala ndinyathela
Ameva kulendlela
Mama andikwazi

Bathi nyamezela
Noba sekunzima
Mama andikwazi
Kudala ndinyathela
Ameva kulendlela
Mama andikwazi

Kudala sihamba, sicula ingoma zomzabalazo
Kudala sihamba, sikhala sifun'uncedo
Kudala sihamba, sicula ingoma zomzabalazo
Kudala sihamba, sikhala sifuna uncedo

Ewe kunzima kodwa ayikapheli lengoma
Ewe Kumnyama kodwa kuzofika ukukhanya
Ewe Kumnyama kodwa Ayikapheli lengoma
Ewe Kumnyama kodwa kuzofika ukukhanya
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.
Auteur: Tankiso Mamabolo
Copyright: O/B/O DistroKid

Commentaires sur les paroles de Lengoma

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut de la croix
2| symbole à droite de l'horloge
3| symbole en bas du pouce en l'air
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid