paroles de chanson / TLR DezZ parole / Zinxibe Ukuba Ziyakulingana lyrics  | ENin English

Paroles de Zinxibe Ukuba Ziyakulingana

Interprète TLR DezZ

Paroles de la chanson Zinxibe Ukuba Ziyakulingana par TLR DezZ lyrics officiel

Zinxibe Ukuba Ziyakulingana est une chanson en Xhosa

Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi

Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi

Ndiyabona nonke ndiyabona nicinga nasazi
Ndabona nonke nicinga singaba ngani
Xa nibona sikiller shows nina ni acter funny
Ingxaki niyabona ukuba umgangatho awulingani

Kudala siyiphethe legame nina ni wack wack wack aninophikisa
Cela nidlalele ferr abanye bona babusy ngomambhlisha

Abanye babusy balike post Zam
Bazenza cheesy kodwa bafuni fame ngam
Makweni respect iTLR
Andikagqibi eli lixesha Lam

Thina skhupha oko
Mamela nditshintshe flow
Quality zenu azicacanga yizani ndifaki skolo
Aniboni nto ewrong
Nina niculu doti
Game siyiphethe nina guqani ngama dolo

Game siyiphethe ndingu TLR DezZ
Gqithisa umyalezo kuzo zonke ezi ewack cats
Nonke ngoku noyeka udelela
Nonke ngoku noyeka udelela

Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi

Kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
Ndiphume TLR mna ndiyayimela ibeef
Nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
Niyaxoka niyabona iCofimvaba iphethwe sithi
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Zinxibe Ukuba Ziyakulingana

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Connexion membre

Se connecter ou créer un compte...

Mot de passe oublié ?
OU
CREER COMPTE
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en bas de l'étoile
2| symbole en haut de la loupe
3| symbole en haut de la cible
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid