song lyrics / Zaza / Umbhedesho lyrics  | FRen Français

Umbhedesho lyrics

Performer Zaza

Umbhedesho song lyrics by Zaza official

Umbhedesho is a song in Xhosa

Ngenani emasangweni akhe ngokubulela
Nasemakhusini akhe ngendumiso
Yibani nokubulela kuye
Nidumise igama lakhe

Yazini ukuba uYehova unguThixo
Nguye osidalileyo asisithi
Yithina bantu bakhe
Negusha zedlelo lakhe

Ngokuba elungile uYehova
Ububele bakhe bungunaphakade
Nenyaniso yakhe ihlezi kwizizukulwana nezizukulwana

Nakukuvuka komzimba ekufeni
Nabo ubomi obungunaphakade

Amen (Amen)
Amen (Amen)
Amen (Amen)
Hallelujah

Amen (Amen)
Amen (Amen)
Amen (Amen)
Hallelujah

Amen (Amen)
Amen (Amen)
Amen (Amen)
Hallelujah

Amen (Amen)
Amen (Amen)
Amen (Amen)
Hallelujah

Amen (Amen)
Amen (Amen)
Amen (Amen)
Hallelujah
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Umbhedesho lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of magnifying glass
2| symbol to the right of the target
3| symbol to the left of the star
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid