song lyrics / Quo Lee / Umhlaba lyrics  | FRen Français

Umhlaba lyrics

Performers Quo LeeMusiqal DonBleq SidKhehla Lamaweekend

Umhlaba song lyrics by Quo Lee official

Umhlaba is a song in English

Kudala ndizama akukho lula
Udiniwe umphefumlo wam
Andikwazi ukuncama mntasekhaya
Ubomi buphilwa kayi one
Impumelelo ndandiyifuna ndisemncane
andikwazi ukuncama ngoku
Into endiyaziyo umculo yimpiliso kum
Angeke ndiwuncame ngoba

Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso
Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso

Ubizo lwam ngiyalithemba
Futhi ngale Yano iphupho lwam ngiyolifeza
EKapa Town ngine plug ungang'testi
Akekho ongayazi uba wayisusa uzayimela
Quo Lee ngu Macgyver ngiyakutshela
Skima naboo Gh0st amagrootman angempela
Kule wave yale kwaito bathi yimi' uMageza
Ngim' udokotela uneswa yim' uCODETA
Sijaiva ubusuku bonke siphanda exactly ngalondlela
Biza bonke abantu masesikhipa amabhodlela
Biza bonke abantu masesikhipa amabhodlela
Biza bonke abantu masesikhipa amabhodlela
Biza bonke abantu masesikhipa amabhodlela

Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso
Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso

Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso
Umhlaba uzondibulala
Umculo uzondiphilisa bo
Akhonto endizoyijikisa
Umdali undinik' amandla wempiliso bo
Ndicinga zizibusiso
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Umhlaba lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the top of the house
2| symbol to the right of the camera
3| symbol to the right of the bulb
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid